Una Bantu Bako Thixo

Una Bantu Bako Thixo

Amadodana Ase Wesile

Длительность: 4:01
Год: 2009
Скачать MP3

Текст песни

Una bantu(Una bantu bakho thixo)
Ngamaxesha (ngamaxesha onke)
Ubagcina ubancede(Ubagcina  ubancede)
Endaweni( Endaweni zonke)

Bakuwela(Bakuwela imilambo)
Ubanabo(Ubanabo wena)
Bakutshiswa(Bakutshiswa yimililo)
Ubanabo(Ubanabo wena)

Abo batshutshiswa(Abo batshutshiswa khona)
Bomelezwa(Bomelezwa nguwe)
Nase marhancweni(Nase marhamncweni  thixo)
Bagciniwe nguwe(bagciniwe nguwe)

Bakhangela(Bakhangela kuwe nkosi)
Abobantu(Abobantu bakho)
Babulela(Babulela bakuthembe)
Abobantu(Abobantu bakho)
Amen