Imimoya

Imimoya

Hlokwa Wa Afrika & Ziiko M

Альбом: Khanyisa
Длительность: 4:46
Год: 2025
Скачать MP3

Текст песни

Heeyi yhaa hee yha heeyii
Heeyi yhaa hee yha heeyii
Hee yha hee yha heee eh
Heeyi yhaa hee yha heeyii
Noba umphefumul'Usadibene nenyama,phila
Noba umphefumul'Usadibene nenyama, phila
Noba umphefumul'Usadibene nenyama, phila
Noba umphefumul'Usadibene nenyama, phila
Asilwi nabantu
Silwa nemimoya
Asilwi nabantu thina
Silwa nemimoya
Asilwi nenyama kulomhlaba
Silwa nezivunguvungu zalomhlaba hlaba, hlaba
Zalomhlaba hlaba hlaba
Hee yhaa hee yhaa heeyii
Hee yhaa hee yhaa hee eh
IzivunguVungu wheeee
izivunguVungu
IzivunguVungu wheeee
izivunguVungu
Uyabizw'emoyeni wena
Uyabizw'emoyeni
Uyabizw'emoyeni wena
Uyabizw'emoyeni

Emoyeni kuyaphilwa
Kuphil'abagulayo
Kuphil'afileleyo ngokomoya sabela wena
Uyabizw'emoyeni
Vuka Vuka mntwan'omoya
Qula Qula naz'omoya
Hamb'ubhek'emawen'uzungez'umoya
Mntwan'omoya ,sabela
Mntwan'omoya, sabela wena
Mntwan'omoya ,sabela
Mntwan'omoya, sabela wena
Mntwan'omoya