Ndiyakhala (Feat. Twizi Deep)

Ndiyakhala (Feat. Twizi Deep)

Makhanj

Альбом: Ntyatyambo
Длительность: 4:45
Год: 2024
Скачать MP3

Текст песни

Oh
He ya ha he
Hayi
Eh he
Oyi

Hey
Iyihiiii

Ndihambe iminyaka
Ndazbona ndifekelela lana
Ubomi abumanga
Inyawo zona ziyadinwa
Uk’thetha kuya khathaza
Kunini mna ndikhalaza
Kunzima nokulala
Ingcinga zam ziyasiyanda

Ndiyakhala mna
Ndiyalila mna
Inyembezi ziwele phantsi
Hayi
Ho yho yho
Ho yho yho

Ndiyakhala mna
Ndiyalila mna
Inyembezi ziwele phantsi
Hayi
Oh oh oh
Hoh oh oh oh

Awu ndincedeni
Ndikhalela uncedo
Ndikhalela usizo
Ah ndincedeni
Ah ndincedeni

Izandla zona ziphezulu

Ndiyacela mna
Ndiyakhala mna
Ndiyatswina mna

Yho yho
Yho yho
Yho yho

Ndiyakhala mna
Ndiyalila mna
Inyembezi ziwele phantsi
Hayi
Ho yho yho
Ho yho yho

Ndiyakhala mna
Ndiyalila mna
Inyembezi ziwele phantsi
Hayi
Oh oh oh
Hoh oh oh oh

Khuza mama
Ncenga mama
Bheka entabeni
Cela usizo
Cela uncedo

Somandla ngenelela
Ayikho engakohlula
Ayi
Ho yho yho
Ho ho yho
Ha ahahaaa
Ha ahahaaa
He ehe he
Ho oho oh
Ha ahahaaa

Ndiyakhala mna
Ndiyalila mna
Inyembezi ziwele phantsi
Hayi
Ho yho yho
Ho yho yho

Ndiyakhala mna
Ndiyalila mna
Inyembezi ziwele phantsi
Hayi
Oh oh oh
Hoh oh oh oh