Notice: file_put_contents(): Write of 650 bytes failed with errno=28 No space left on device in /www/wwwroot/karaokeplus.ru/system/url_helper.php on line 265
Nomfundo Xaluva - Kutheni Sithandwa | Скачать MP3 бесплатно
Kutheni Sithandwa

Kutheni Sithandwa

Nomfundo Xaluva

Альбом: From.Now.On
Длительность: 2:12
Год: 2015
Скачать MP3

Текст песни

Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje
Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje

Kutheni sithandwa
Undigqitha ungandibulisi nje (Undijonga undigqitha nje)
Kutheni sithandwa
Undigqitha ungandibulisi nje (Undijonga undigqitha nje)

Sithandana sibulisana
Singagqithani xa sidibana esitalatweni
Kutheni sithandwa
Ndenzeni na

Sithandana sibulisana
Singagqithani xa sidibana esitalatweni
Kutheni sithandwa
Ndenzeni na

Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje
Kutheni sithandwa
Undijonga undigqitha nje

Kutheni sithandwa
Undigqitha ungandibulisi nje (Undijonga undigqitha nje)
Kutheni sithandwa
Undigqitha ungandibulisi nje (Undijonga undigqitha nje)

Sithandana sibulisana
Singagqithani xa sidibana esitalatweni
Kutheni sithandwa
Ndenzeni na

Sithandana sibulisana
Singagqithani xa sidibana esitalatweni
Kutheni sithandwa
Ndenzeni na