Themba Lam
Nomfundo Xaluva
4:21Baxabene oxam Bexabene ngengxoxo Baxakwe yingxubakaxaka Baxabene oxam Bexabene ngengxoxo Baxakwe yingxubakaxaka Bathi igqi iqheya Laxinga eqhingeni Laliqhatha liqhatha ngeqotho leqhude Hayke legqi iqheya Laxinga eqhingeni Laliqhatha liqhatha ngeqotho leqhude Baxabene oxam Bexabene ngengxoxo Baxakwe yingxubakaxaka Baxabene oxam Bexabene ngengxoxo Baxakwe yingxubakaxaka Hayke legqi iqheya Laxinga eqhingeni Laliqhatha liqhatha ngeqotho leqhude Hayke legqi iqheya Laxinga eqhingeni Laliqhatha liqhatha ngeqotho leqhude Baxabene oxam Bexabene ngengxoxo Baxakwe yingxubakaxaka Baxabene oxam Bexabene ngengxoxo Hem hem hem hemm