Bayathetha
Nomfundo Xaluva
4:21Kukho ilizwi endilivayo Lithi unako Kukho ilizwi endilivayo Lithi unamandla Unamandla wena Unamandl'okwenza Kukho ilizwi endilivayo Lithi unako Kukho ilizwi endilivayo Lithi unamandla Unamandla wena Unamandl'okwenza Sukuma ume Qina ungayeki Unamandla wena Sukuma ume Qina ungayeki Unamandl'okwenza Sukuma ume Qina ungayeki Unamandla wena Sukuma ume Qina ungayeki Unamandl'okwenza Sukuma ume Qina ungayeki Unamandla wena Sukuma ume Qina ungayeki Unamandla wena Sukuma ume Qina ungayeki Unamandla wena Sukuma ume Qina ungayeki Unamandla wena