Ngum'Ntonjani (Feat. Nhlanhla Mafu)
Ntando
6:07Uyayikhumbula le ngoma Yha super memories here heyheyhey hayhooo Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ongiphatha kahle Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ongiphatha kahle Nguwe oyenz'impilo ibelula Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe Nguwe ongilethela injabulo Nguwe ongiphatha kahle Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ongiphatha kahle Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ongiphatha kahle Nguwe oyenz'impilo ibelula Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe Nguwe ongilethela injabulo Nguwe ongiphatha kahle Abantu abaninzi aph'endleleni Bahlala bendibuza ukuba ndenza njani na Ndihlala ndikhazimla Nabazali bam bayabuza bathi Kuqhubeka ntoni okanye ndi winni ilotto Ndihlala ndincumile Ngoba wena s'thandwa sam( wena wedwa) (S'thandwa sam)sithandwa sam ngothando uyandijabulisa Ngoba wena s'thandwa sam( wena wedwa) (S'thandwa sam yhoo)sithandwa sam ngothando uyandijabulisa Uuuu s'thandwa sam nguwe Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ondiphatha kahle Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ondiphatha kahle Nguwe oyenz'impilo ibelula Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe Nguwe oyenz'impilo ibelula Nguwe ondiphatha kahle yelele Ngoba wena s'thandwa sam(Ndibonga wena s'thandwa sam wena wedwa) Ngothando uyandijabulisa Ngoba wena s'thandwa sam(Ndibonga wena ) Ngothando uyandijabulisa S'thandwa sam nguwe Nguwe s'thandwa nguwe ( wena wedwa) Nguwe ondiphatha kahe( zange ndathandwa kangaka) Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ondiphatha kahle Ndithi ndithi s'thandwa sam nguwe Nguwe s'thandwa nguwe Nguwe ondiphatha kahle Umama wam no tata wam Nguwe sthandwa nguwe (ngob'utheni) Nguwe ondiphatha kahle Nguwe oyenz'impilo ibelula Ndiyakuthembisa soze ndikuphoxe Nguwe oyenz'impilo ibelula Nguwe ondiphatha kahle