Ubomi Abumanga

Ubomi Abumanga

Sun-El Musician

Длительность: 5:33
Год: 2020
Скачать MP3

Текст песни

Bekukudala ngoko useneminqweno
Khawude uwele ibhulorho uze nganeno
Bekukudala ngoko usenazinjongo
Khawude uwele ibhulorho, uze nguyenaneno
Sasikhule sonke
Sphupha emazulwini
Scakamel'ilanga (scakamela'ilanga)
Yiza ndikhumbuze

Ubomi abumanga
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe
Ofana nawe, soze abekho

Vul'amehlo ujonge
Noba aklulanga
Ntaka zivukile
Ubomi abumanga
Izakhono zakho, neziphiwo zakho
Azikuphelelanga
Ubomi abumanga
Sizokukhanyisela, ibemhlophe indlela
Lizophum'ilanga (lizophum'ilanga)
Yiza ndikukhumbuze

Ubomi abumanga
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho
Asoze abekho ofana nawe (lizophum'ilanga)
Ofana nawe, soze abekho