Baninzi
The Soil
5:45Nazi inkomo ebuhlanti Kuvume nabaphantsi Besithi eyi sani Kutheni angekhamthati Ndathi yonk'int'irighti Yena ungowami Kodwa kukhona ingxaki Utata'khe akandifuni Nazi inkomo ebuhlanti Kuvume nabaphantsi Besithi eyi sani Kutheni angekhamthati Ndathi yonk'int'irighti Yena ungowami Kodwa kukhona ingxaki Utata'khe akandifuni Ndathi ndisahleli phantsi komthi Yadlula yone leyontokazi Ndiyaqonda ibiyokha amanzi phaya ezantsi emlanjeni Ndaphakama mna ndayilandela Njengo clever wase Rhawutini ndasondela Molo Sana Ndicela ukuhamba nawe Elothutyana ndivumele ndithethe nawe Ndiyi Ntsiki yekhaya ikhaya lakwa Ngxanga Ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana yam Bamb'isandlasam s'thandwa uzakuba ngumama wabantwana bam Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho Bahlale phantsi bobabini baxoxisane Nazi inkomo ebuhlanti Kuvume nabaphantsi Besithi eyi sani Kutheni angekhamthati Ndathi yonk'int'irighti Yena ungowami Kodwa kukhona ingxaki Utata'khe akandifuni Samza ndiyoyika (hayi ayikho int'enjalo) Ndoyika umama no tata (hayiko int'enjalo) Umama uzawundi krwitsha Utata uzakundibetha athi ndiya jola Ntsika ndiyoyika, ndiyoyika umama uzawundibetha Utata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola Hayi andikaze Mna ndiyibone hayi hayi intombazane entle nje ngaye (heyyyyyy) Please ntombazane uzundimamele Nditheth'inyan' sthandwa undi charmile Ndith ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe Mna nawe baby sesitshatile Please ntombazane uzundikholelwe ndithet'inyani sthandwa ndikuthandile Nazi inkomo ebuhlanti Kuvume nabaphantsi Besithi eyi sani Kutheni angekhamthati Ndathi yonk'int'irighti Yena ungowami Kodwa kukhona ingxaki Utata'khe akandifuni Nazi inkomo ebuhlanti Kuvume nabaphantsi Besithi eyi sani Kutheni angekhamthati Ndathi yonk'int'irighti Yena ungowami Kodwa kukhona ingxaki Utata'khe akandifuni