Ndikuthandile
Vusi Nova
4:15Thandiwe Thandiwe Thandiwe Kwasekuqaleni wawungu thandiwe wam Ndingafuni nokuva nto Xa ndicinga ndiva buhlungu Izinto zajika sekutheni na Oh ndisele nengcinga Ndicinga ngawe ubusuku nemini Mntakwethu kwenzenjani Phakathi kwam nawe Ndicinga ngawe ubusuku nemini Mntakwethu kwenzenjani Phakathi kwam nawe Ngoluthando ndicela sihlale sibonisana Singayeki umhlaba asihlukanise Dala siwa mina nawe baby kodwa sihlala thina sibambile Ewe emhlabeni kunzima Andifuni kuphila ngaphandle kwakho Thandiwe (Thandiwe) Thandiwe (Thandiwe) Thandiwe (Thandiwe) Thandiwe mntakwethu (Thandiwe wam) Kusheke ingcinga (Ndicinga) Ngawe imini nobusuku bayo (Ngawe ubusuku nemini) Mntakwethu(Mntakwethu kwenzenjani) Ingathi kuphelile (Hlala ndicabanga ngawe) Ndicinga ngawe ubusuku nemini Mntakwethu mntakwethu kwenzenjani (Phakathi)Phakathi kwam nawe Ndihlala ndicinga ngawe (Ndicinga ngawe ubusuku nemini ) Mntakwethu kwenzenjani Mmmh kutheni nac(Phakathi kwam nawe) Phakathi kwam nawe phakathi kwam nawe Angisazi andazi (Ndicinga ngawe ubusuku nemini) Haibo (Mntakwethu mntakwethu kwenzenjani) Phakathi kwam nawe (Baby baby baby baby)