Ndim Endinguye
Zuko Sa
3:35Artist: Zuko SA ft Zitulele Lue Album Title: Best In Me EP Track Title: Ndim Lo Track No: 1 Bawo ndim lo Phambi kwakho Ndinje nje Bawo ndim Ndim lo Phambi kwakho mna Andizanga ngokuqhela njee Ngok ndicela ixesha lakho Lokuthetha nawe Umama uthe mandingene egumbini Ndicela mandla kuwe Ndicela mandla kuwe Heeee Ahhh ah ah Andaz uphendula kanjani Andaz ucengwa kanjani Mhlawmbi mandilale ndithi Bawo wethu osemazulwini Maliphathwe ngobungcwele igama lakho Ubukumnkani bakho mabufike INtando yakho mayenziwe mhlabeni Njengoba isenziwe zulwini Makubenjalo nakwi simo Sam Bawo Xandilahlwa nguwe Andazi ndobheka phi nahh Ungayeki ntshaba zam zihleke ngam Vuli minyango yentsikelooo Bawo ndim lo Phambi kwakho Ndinje nje Bawo ndim lo ndim lo phambi kwakho mna Umam uthe mandingene gumbini Ndicela amandla kuwe Ndicela mandla kuwe Heeee ah ah ah ah