Buya (Feat. Nue Sam)
Yallunder
3:38Nanga lamathunzi Afika nenyani Ahamba nelanga Nokuncuma kwam' Andikwaz' uk'lala Ingqondo iyala Kubuya ingcinga Zokuzibulala Ndinovalo oh oh oh Ndinovalo oh oh oh Emini ndoyakwazi Ukuphilisana nani Ndicuma ndiveze'lokugqibela, ndibaleka imizubo Ewe andifuni kukubuzwa Ngoba ukukhala akusizi Ngakho ndifihla zonke inhlungu zam Ndilinde ubusuku (Ndilinde ubusuku) Ndinovalo oh oh oh Ndinovalo oh oh oh Ndolulel' isandla Kumnyama empilweni yam' Ndolulel' isandla Kumnyama